Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 14:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ke ngonyaka wesibini wolawulo lukaYehowashe unyana kaYowahazi ukumkani wakwaSirayeli, waqalisa ukulawula kwaJuda uAmaziya unyana kaYowashe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:1 kwimeko