Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 13:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ke kaloku amaSirayeli athile esangcwaba umntu, asuka abona iqela labahlaseli. Othuka, aza ke awuphosa engcwabeni likaElisha loo mzimba, wathi ke loo mzimba wakudibana namathambo kaElisha, suka waphila umntu lowo, wema ngeenyawo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:21 kwimeko