Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 13:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amabini anantathu engukumkani uYowashe unyana ka-Ahaziya ukumkani wakwaJuda, uYowahazi unyana kaYehu waba ngukumkani kwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elishumi elinesixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:1 kwimeko