Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 11:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uYoshebha, intombi kakumkani uYehoram, engudade boAhaziya wasuka weba uYowashe unyana ka-Ahaziya, wemka naye apho phakathi kweenkosana ezaziza kubulawa, wamfihla neneni yakhe kwigumbi lokulala, emzimelisa kuAtaliya. Ngaloo ndlela ke wasinda ekufeni.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 11

imbono 2 Yookumkani 11:2 kwimeko