Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 10:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYehu kunye noYonadabhi, unyana kaRekabhi, bangena apho esibingelelweni sikaBhali. UYehu wathetha nabanquli bakaBhali wathi: “Khangelani kungathi kanti apha kukho nezicaka zikaNdikhoyo; kuphela mayibe ngabo banqula uBhali.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 10

imbono 2 Yookumkani 10:23 kwimeko