Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

wadibana nezizalwana zikakumkani uAhaziya wakwaJuda, wabuza wathi: “Ningoobani?”Zaphendula zathi: “Sizizizalwana zika-Ahaziya. Size kubona indlu kakumkani kunye nonina wekumkanikazi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 10

imbono 2 Yookumkani 10:13 kwimeko