Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya waphendula wathi kwelo gosa lomkhosi: “Ukuba ke ndingumfo wakwaThixo, ngamana kwehla umlilo ezulwini, ukutshise ndawonye nala madoda akho angamashumi amahlanu!” Kwehla umlilo ezulwini, walitshisa elo gosa ndawonye naloo madoda alo angamashumi amahlanu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 1

imbono 2 Yookumkani 1:10 kwimeko