suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi:“Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.