Ke kaloku uSolomon uthe akugqiba ukuthandaza, suka kwehla umlilo uphuma ezulwini, walidla elo dini litshiswayo kunye neminikelo, kananjalo ubukhazikhazi *bukaNdikhoyo bayizalisa indlu.