Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ababingeleli abo baphuma apho endaweni engcwele. Bonke ababingeleli ababelapho – nditsho abeendidi zonke – babezihlambulule.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 5

imbono 2 Yeziganeko 5:11 kwimeko