Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 34:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka weshumi elinesibhozo elawula uJosiya, ekulihlambululeni kwakhe ilizwe elo kunye nendlu kaThixo, wathumela uShafan unyana ka-Azaliya noMaseya umlawuli-sixeko, kunye noJowa unyana kaYowahazi umgcini-manqaku, ukuze bahlaziye indlu kaNdikhoyo uThixo wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 34

imbono 2 Yeziganeko 34:8 kwimeko