Kambe ke yena uManase wamlahlekisa uJuda nabantu baseJerusalem, ngangokuba bade babalasele ekwenzeni ububi kunezo zizwe wazitshabalalisayo uNdikhoyo phambi kwamaSirayeli.