KwanjengoManase uyise naye wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo. UAmon wayeyenzela amadini ayinqule yonke imifanekiso eyayenziwe nguyise uManase.