Waza ke walibuyisela iqonga likaNdikhoyo, kulo wenza amadini obudlelwane nawombulelo; uJuda wamyalela ukuba akhonze uNdikhoyo uThixo kaSirayeli.