Kananjalo wakha izindlu zokugcina isivuno – ingqolowa, iwayini, namafutha omnquma – wakha nezitali zeendidi zeenkomo nezibaya zeegusha.