Amadini awenziwa libandla elo yayingamashumi asixhenxe eenkunzi zeenkomo, ikhulu leenkunzi zeegusha, namakhulu amabini amaxhwane angamaduna; zizonke ezo zinto zenzelwa uNdikhoyo idini elitshiswayo.