lonke elo bandla lenza umnqophiso nokumkani endlwini kaThixo.Wathi kubo uJoyada: “Unyana kakumkani uza kulawula ngokomlomo *kaNdikhoyo mayela nesizukulwana sikaDavide.