Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 21:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ekungeneni kwakhe embusweni uYehoram wayeneminyaka emashumi mathathu anambini, waza ke walawula eJerusalem iminyaka esibhozo. Ekuswelekeni kwakhe akukho mntu waba buhlungu, waza ke wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide, kodwa ke kungekho kumangcwaba ookumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 21

imbono 2 Yeziganeko 21:20 kwimeko