Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 21:2 Ibhayibhile (XHO96)

Abantakwabo-Yehoram, oonyana bakaYoshafati, yayingooAzariya, uYehiyeli, uZakariya, uAzariyahu, iMikayeli, noShefatiya. Bonke abo ke ngoonyana bakaYoshafati ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 21

imbono 2 Yeziganeko 21:2 kwimeko