UYoshafati waguqa, ubuso ebujongise emhlabeni, nabantu bakwaJuda nabaseJerusalem bawa phantsi, banqula uNdikhoyo.