Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 18:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYoshafati: “Kusekho indoda enye esingabuzisa ngayo kuNdikhoyo, kodwa ke mna ndiyithiyile, kuba ayishumayeli okuhle ngokubhekisele kum, soloko ibububi bodwa. Igama layo nguMika, unyana kaImla.”UYoshafati wathi: “Hayi bo, ukumkani makangathethi njalo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:7 kwimeko