Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYoshafati unyana ka-Asa wangena esikhundleni sikayise, waza ke wawomeleza umkhosi wakhe ukuze angoyiswa nguSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 17

imbono 2 Yeziganeko 17:1 kwimeko