Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 16:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo thuba ke imboni uHanani yeza kukumkani uAsa wakwaJuda, yathi kuye: “Ngenxa yokuba usuke wakholosa ngokumkani wama-Aram endaweni yokukholosa ngoNdikhoyo uThixo wakho, ngoko ke umkhosi wama-Aram uza kuphuncuka esandleni sakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 16

imbono 2 Yeziganeko 16:7 kwimeko