Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 15:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uAsa wamkhiqa unina-khulu uMaka kwisikhundla sokuba yikumkanikazi; kaloku yena wayenze isikizi eliyintsika ka-Ashera. UAsa wayigawula loo ntsika wayinqunqa, waza wayitshisa kwintili yeKedron.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 15

imbono 2 Yeziganeko 15:16 kwimeko