Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 14:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wathetha noJuda wathi: “Masizomeleze ezi dolophu, sizibiyele zibe neenqaba namasango nemivalo. Lo mhlaba ngowethu, kuba simfunile uNdikhoyo uThixo wethu; ewe, simzondelele ukumfuna, waza ke wasinika ukuphumla macal' onke.” Ngoko ke bakha, baza banenkqubela.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 14

imbono 2 Yeziganeko 14:7 kwimeko