Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

waza uAsa nomkhosi wakhe wawasukela wada wee xhaxhe ngeGerare. Kwafa inyambalala yamaKushe, ngangokude angabi sabi nako ukuphinda enze ibuyambo; ewe, uNdikhoyo nomkhosi wakhe wawatshabalalisa. Ke amadoda akwaJuda athatha into eninzi yamaxhoba.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 14

imbono 2 Yeziganeko 14:13 kwimeko