Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 10:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uRehobhowam wathumela uAdoniram owayeyingqwayi-ngqwayi kwabasebenza ngonyanzelo, kodwa amaSirayeli asuka amxuluba ngamatye wafa. Phofu ke yena ukumkani waba nako ukungena enqwelweni, wasabela eJerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 10

imbono 2 Yeziganeko 10:18 kwimeko