Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 10:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSirayeli ewonke uthe akubona ukuba ukumkani uyala ukuphulaphula, wamphendula wathi:“Sinasabelo sini na kuDavide?Sinanxaxhebani na kunyana kaJese?Godukani, maSirayeli!Ke wena, Davide, jongana nendlu yakho!”Ngoko ke onke amaSirayeli agoduka.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 10

imbono 2 Yeziganeko 10:16 kwimeko