Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 7:27 Ibhayibhile (XHO96)

“Nguwe kaloku, Ndikhoyo onamandla onke, Thixo wakwaSirayeli, ondityhilele ezi zinto mna sicaka sakho. Nguwe othe: ‘Indlu yakho ndiza kuyakha.’ Yiyo ke loo nto isicaka sakho sibe nobuganga bokwenza kuwe lo mthandazo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:27 kwimeko