Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 7:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ubazinzisile abantu bakho amaSirayeli, wabenza bangabakho ncakasana ngonaphakade. Wena ke, Ndikhoyo, waba nguThixo wabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:24 kwimeko