Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 7:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani uDavide wangena waya kuhlala phambi *koNdikhoyo, waza wathi: “Kuxa ndingubani mna, Nkosi yam Ndikhoyo? Iyintoni yona indlu yam, ukuba ude uze kundibeka kule ndawo ndikuyo ngoku?

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:18 kwimeko