Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu bam amaSirayeli ndobabonela indawo abaza kuma kuyo, ndibazinzise, babe nendawo yabo, bangabuye babandezelwe nanini na. Abantu abakhohlakeleyo abayi kuba sabacinezela njengoko bebesenjenjalo ngaphambili,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:10 kwimeko