Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 6:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bahamba nayo ityesi kaNdikhoyo, baya kuyifaka endaweni yayo kwintente eyenzelwe yona nguDavide. Emva koko ke uDavide wamenzela uNdikhoyo amadini atshiswayo nawobudlelwane.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 6

imbono 2 Kasamweli 6:17 kwimeko