Ke kaloku izizwe zakwaSirayeli zonke zahlanganisana kuDavide eHebron, zathi: “Mhlekazi, siyazalana; sikwaligazi lakho.