Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wangcangcazela ngumsindo uAbhinere ngenxa yala mazwi kaIshbhoshete, waza wathi: “Hi, mfondini, undenza inja kwaJuda! Uthi ingandim ojikela uSawule ngasemva? Unanamhla oku umzi kaSawule, uyihlo, ndisathembekile kuwo, kubantakwabo, nakumahlakani akhe; andikawungcatshi kuDavide, kodwa naku wena namhla undityhola ngomntu obhinqileyo!

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:8 kwimeko