Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 3:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wangcwatyelwa eHebron uAbhinere. Ukumkani walila ezimathontsi apho engcwabeni lika-Abhinere, batsho bonke abantu balila nabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:32 kwimeko