Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 3:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ukufika kwakhe eHebron uAbhinere, uJowabhi wambizela bucala ngasesangweni, ngokungathi uza kuthetha naye ngasese. Bathe beselapho suka uJowabhi wamhlaba uAbhinere esiswini, wafa. Waba ke njalo uJowabhi uyaliphindezela igazi lomntakwabo uAsayeli owabulawa nguAbhinere.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:27 kwimeko