Efikile uJowabhi, wabuza loo mfazi wathi: “UnguJowabhi?”Wathi: “Ewe, ndinguye.”Umfazi lowo wathi kuye: “Khawuphulaphule ke, mhlekazi, oko isicakazana sakho sikuthethayo.”Yena wathi: “Ewe, qhuba, ndimamele.”