Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wala uAsayeli. Usuke uAbhinere wabinza ngasemva, wamthi gobho esiswini ngomkhonto, watsho waya kugqobhozela emqolo loo mkhonto. Wajuba wawa uAsayeli, wafela kuloo ndawo. Wonke umntu osondela kuloo ndawo wayefele kuyo uAsayeli, wayefika eme nematha.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:23 kwimeko