Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwasuka ishumi elinambini labafana limele uIshbhoshete unyana kaSawule ngakwicala lakwaBhenjamin, baqubisana neshumi elinambini labafana becala likaDavide.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:15 kwimeko