Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 15:31 Ibhayibhile (XHO96)

Waxelelwa uDavide kwathiwa: “Naye uAhitofele ukwicala labavukeli kunye noAbhasalom.” Ke uDavide wathandaza wathi: “Uzuwaphanzise, Ndikhoyo, amacebo ka-Ahitofele!”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:31 kwimeko