Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 15:21 Ibhayibhile (XHO96)

UItayi wamphendula ukumkani wathi: “Mhlekazi, ekho nje *uNdikhoyo, ikho nje inkosi yam ukumkani, inene, apho iya khona inkosi yam ukumkani, nam sicaka sakho ndiya kuya khona, nditsho nokuba kusebomini nokuba kusekufeni.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:21 kwimeko