Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 14:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAbhasalom wabiza uJowabhi ukuze amthume kukumkani. Wala ukuza yena uJowabhi. Waphinda wathumela okwesibini, wala kwakhona uJowabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 14

imbono 2 Kasamweli 14:29 kwimeko