Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 13:18 Ibhayibhile (XHO96)

Isicaka samkhupha uTamare, saza satshixa ucango.UTamare wayenxibe isambatho eside esinemikhono emide. Kaloku eso sasisinxibo seentombi ezizalwa komkhulu ngaloo mihla.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:18 kwimeko