Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wammema, waza watya wasela kunye naye, wamnxilisa. Kodwa nangobo busuku akazange agoduke u-Uriya, suka yena waya kulala kwindawo yakhe ngakwizicaka zakomkhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 11

imbono 2 Kasamweli 11:13 kwimeko