Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 10:4 Ibhayibhile (XHO96)

UHanun wasuka wawabamba loo madoda kaDavide, wawagugula iindevu icala elinye, nezambatho zawo wazigumpula embindini kwaya kuthi xhaxhe ezimpundwini, waza ke wawandulula.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 10

imbono 2 Kasamweli 10:4 kwimeko