Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kasamweli 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaya ke, ndafika ndamgwaza, kuba ndandiqonda mhlophe ukuba akasokube angafi, ukuba ukhe wawa nje. Emva koko ndamothula esi sithsaba awayesithwele, ndamkhulula nesi sacholo engalweni. Nazi ke, mhlekazi; ndizizisile kuwe!”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 1

imbono 2 Kasamweli 1:10 kwimeko