Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 9:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe ekuseni uSamweli waya kuvusa uSawule kulaa ndawo wayelele kuyo, wathi: “Vuka ngoku, ndikukhulule uhambe.” Wavuka uSawule. Baphuma kunye noSamweli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 9

imbono 1 Kasamweli 9:26 kwimeko