UNdikhoyo wabaphatha gadalala abantu baseAshdode neziphaluka zayo. Wabathobela izibetho, wabathuthumbisa ngamathumba.