Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 4:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi xa aqhawukayo, abafazi ababembelekisa bathi kuye: “Qina, mfazi; uzele inkwenkwe.”Yena wasuka akaphendula, akabahoya nokubahoya oku.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:20 kwimeko